IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 42:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Ngoko zonke iintloko zemikhosi yamajoni noYohanan+ unyana kaKareya noYezaniya+ unyana kaHoshaya+ nabo bonke abantu, ukususela koyena mncinane ukusa koyena mkhulu, basondela

  • Yeremiya 43:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 uAzariya unyana kaHoshaya+ noYohanan+ unyana kaKareya nawo onke amadoda akhukhumeleyo+ athi kuYeremiya: “Uthetha ubuxoki.+ UYehova uThixo wethu akakuthumanga, esithi, ‘Musani ukungena eYiputa ukuba nihlale khona njengabaphambukeli.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share