Yeremiya 40:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko zeza kuGedaliya eMizpa, kwanoIshmayeli+ unyana kaNetaniya noYohanan+ noYonatan, oonyana bakaKareya, noSeraya unyana kaTanumete noonyana bakaEfayi umNetofa+ noYezaniya+ unyana womMahakati,+ bona namadoda abo.+ Yeremiya 40:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yena ke uYohanan+ unyana kaKareya+ nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni ezazisendle,+ beza kuGedaliya eMizpa. Yeremiya 41:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekuhambeni kwexesha uYohanan+ unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni+ ezazikunye naye babuva bonke ububi obabenziwe nguIshmayeli unyana kaNetaniya.
8 Ngoko zeza kuGedaliya eMizpa, kwanoIshmayeli+ unyana kaNetaniya noYohanan+ noYonatan, oonyana bakaKareya, noSeraya unyana kaTanumete noonyana bakaEfayi umNetofa+ noYezaniya+ unyana womMahakati,+ bona namadoda abo.+
13 Yena ke uYohanan+ unyana kaKareya+ nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni ezazisendle,+ beza kuGedaliya eMizpa.
11 Ekuhambeni kwexesha uYohanan+ unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni+ ezazikunye naye babuva bonke ububi obabenziwe nguIshmayeli unyana kaNetaniya.