1 Kumkani 22:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa uMikaya wathi: “Ephila nje uYehova,+ oko aya kukutsho uYehova kum, ndiya kuthetha kona.”+