Numeri 22:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kodwa yathi ingelosi kaYehova kuBhileham: “Hamba namadoda lawo;+ ke ilizwi endiya kulithetha kuwe uze uthethe lona lodwa.”+ Waqhubeka ke uBhileham ehamba neenkosana zikaBhalaki. 2 Kronike 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa uMikaya wathi: “Ephila nje uYehova,+ oko aya kukutsho uThixo wam, ndiya kuthetha kona.”+ Yeremiya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Musa ukuthi, ‘Ndiyinkwenkwe nje.’ Kodwa ufanele uye kubo bonke abo ndiya kukuthuma kubo; kwaye ufanele uthethe yonk’ into endiya kukuyalela yona.+ Yeremiya 23:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Umprofeti onephupha, makalibalise iphupha elo; kodwa lowo unelizwi lam, makalithethe ilizwi lam ngokwenyaniso.”+ “Iindiza zinantoni na yakwenza nokudla okuziinkozo?”+ utsho uYehova. Hezekile 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Noonyana abanobuso obusileyo+ nentliziyo elukhuni+—ndikuthumela kubo, yaye umele uthi kubo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova.’ 2 Petros 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba isiprofeto asizange nangaliphi na ixesha siziswe ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu bathetha ngokuphuma kuThixo+ njengoko babeqhutywa ngumoya oyingcwele.+
35 Kodwa yathi ingelosi kaYehova kuBhileham: “Hamba namadoda lawo;+ ke ilizwi endiya kulithetha kuwe uze uthethe lona lodwa.”+ Waqhubeka ke uBhileham ehamba neenkosana zikaBhalaki.
7 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Musa ukuthi, ‘Ndiyinkwenkwe nje.’ Kodwa ufanele uye kubo bonke abo ndiya kukuthuma kubo; kwaye ufanele uthethe yonk’ into endiya kukuyalela yona.+
28 Umprofeti onephupha, makalibalise iphupha elo; kodwa lowo unelizwi lam, makalithethe ilizwi lam ngokwenyaniso.”+ “Iindiza zinantoni na yakwenza nokudla okuziinkozo?”+ utsho uYehova.
4 Noonyana abanobuso obusileyo+ nentliziyo elukhuni+—ndikuthumela kubo, yaye umele uthi kubo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova.’
21 Kuba isiprofeto asizange nangaliphi na ixesha siziswe ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu bathetha ngokuphuma kuThixo+ njengoko babeqhutywa ngumoya oyingcwele.+