IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Amadoda amakhulu aseGiliyadi athi kuYifeta: “UYehova makabe ngumphulaphuli phakathi kwethu+ ukuba indlela esiya kwenza ngayo ayivisisani nelizwi lakho.”+

  • 1 Samuweli 12:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngoko wathi kubo: “UYehova ulingqina nxamnye nani, nothanjisiweyo wakhe+ ulingqina ngale mini lokuba anifumananga nto konke konke esandleni sam.”+ Bona bathi: “Ulingqina.”

  • Mika 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Yivani nonke, nina zizwana; nikela ingqalelo, mhlaba nenzaliseko yakho,+ yaye iNkosi enguMongami uYehova mayibe lingqina+ nxamnye nani, uYehova esetempileni yakhe engcwele.+

  • Malaki 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiza kusondela kuni ukuba ndigwebe,+ yaye ndiza kuba lingqina elikhawulezayo+ nxamnye nabakhafuli,+ nabakrexezi,+ nabo bafunga ubuxoki,+ nabo baqhatha umqeshwa emvuzweni,+ nomhlolokazi+ nenkwenkwe engenayise,+ nabo bamgxothayo umphambukeli,+ ngoxa bengandoyiki mna,”+ utsho uYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share