-
Yeremiya 40:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Ekuhambeni kwexesha zonke iintloko zomkhosi ezazisendle,+ zona namadoda azo, zeva ukuba ukumkani waseBhabhiloni umisele uGedaliya unyana ka-Ahikam phezu kwelizwe nokuba ummisele phezu kwamadoda nabafazi nabantwana abancinane nabathile abantu abasweleyo belizwe, ababengathatyathelwanga ekuthinjweni eBhabhiloni.+
-