2 Kumkani 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke bona abantu+ abasalayo kwilizwe lakwaYuda, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabashiya ngasemva, wamisela uGedaliya+ phezu kwabo unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan.+ Yeremiya 39:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke inxalenye yabantu, izisweli ezazingenanto konke konke, uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wayishiya kwilizwe lakwaYuda;+ yaye wayinika izidiliya nenkonzo yesinyanzelo ngaloo mini.+ Yeremiya 52:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye abathile kwabo basweleyo belizwe uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wabashiya bengabasebenzi-zidiliya nabasebenzi abanyanzelwayo.+
22 Ke bona abantu+ abasalayo kwilizwe lakwaYuda, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabashiya ngasemva, wamisela uGedaliya+ phezu kwabo unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan.+
10 Ke inxalenye yabantu, izisweli ezazingenanto konke konke, uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wayishiya kwilizwe lakwaYuda;+ yaye wayinika izidiliya nenkonzo yesinyanzelo ngaloo mini.+
16 Yaye abathile kwabo basweleyo belizwe uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wabashiya bengabasebenzi-zidiliya nabasebenzi abanyanzelwayo.+