IMizekeliso 28:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Unoyolo umntu onkwantya rhoqo,+ kodwa oyenza lukhuni intliziyo yakhe uya kuwela kwintlekele.+ Yeremiya 36:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Abazange bankwantye;+ yaye ukumkani nezicaka zakhe zonke, ezaziwaphulaphule onke la mazwi, abazange bazikrazule izambatho zabo.+
24 Abazange bankwantye;+ yaye ukumkani nezicaka zakhe zonke, ezaziwaphulaphule onke la mazwi, abazange bazikrazule izambatho zabo.+