2 Kumkani 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwathi kamsinya akukuva oko uKumkani uHezekiya,+ ngoko nangoko wazikrazula izambatho+ zakhe waza wazigqubuthela ngerhonya+ waya endlwini kaYehova.+ Isaya 36:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu,+ noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo beza kuHezekiya bezikrazule izambatho zabo,+ baza bamxelela la mazwi kaRabheshake.+ Mateyu 26:65 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 Ngoko umbingeleli omkhulu wakrazula izambatho zakhe zangaphezulu, esithi: “Unyelisile!+ Sisawafunelani na amangqina?+ Yabonani! Ngoku nikuvile ukunyelisa.+
19 Kwathi kamsinya akukuva oko uKumkani uHezekiya,+ ngoko nangoko wazikrazula izambatho+ zakhe waza wazigqubuthela ngerhonya+ waya endlwini kaYehova.+
22 Kodwa uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu,+ noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo beza kuHezekiya bezikrazule izambatho zabo,+ baza bamxelela la mazwi kaRabheshake.+
65 Ngoko umbingeleli omkhulu wakrazula izambatho zakhe zangaphezulu, esithi: “Unyelisile!+ Sisawafunelani na amangqina?+ Yabonani! Ngoku nikuvile ukunyelisa.+