IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 43:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwaye umele uthi kuwo, ‘Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Yabonani, ndiya kuthumela uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni,+ umkhonzi wam,+ ndiyibeke itrone yakhe kanye phezu kwala matye ndiwafihlileyo, yaye ngokuqinisekileyo intente yakhe entle uya kuyolulela phezu kwawo.

  • Hezekile 29:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabona, ndilinikela kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni ilizwe laseYiputa,+ yaye umele ayithabathe emke nayo indyebo yalo aze athabathe into eninzi yamaxhoba kulo,+ aliphange kakhulu; libe ngumvuzo womkhosi wamajoni akhe.’

  • Hezekile 30:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ndiza kusiyekisa isihlwele saseYiputa ngesandla sikaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share