IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 48:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba bazibize ngokuba ngabesixeko esingcwele,+ yaye bazixhase+ ngoTHIXO kaSirayeli, ogama lakhe linguYehova wemikhosi.+

  • Yeremiya 44:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Ngoko ke liveni ilizwi likaYehova, nonke maYuda ahlala kwilizwe laseYiputa,+ ‘“Yabonani, ndifunga igama lam elikhulu,”+ utsho uYehova, “ukuba igama lam aliyi kuba sabizwa ngomlomo wakhe nawuphi na umntu wakwaYuda,+ esithi, ‘Ephila nje uYehova iNkosi enguMongami!’+ kulo lonke ilizwe laseYiputa.

  • Yeremiya 48:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “‘UMowabhi uphangiwe, kwaza kwenyukelwa ezixekweni zakhe.+ Abafana bakhe ababalaseleyo behlele ekuxhelweni,’+ utsho uKumkani, ogama lakhe linguYehova wemikhosi.+

  • Malaki 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Yaye uqalekisiwe lowo wenza ngobuqhokolo xa kukho iduna emhlambini wakhe, esenza isibhambathiso aze abingelele ngento eyonakeleyo kuYehova.+ Kuba ndinguKumkani omkhulu,”+ utsho uYehova wemikhosi, “negama lam liyoyikeka phakathi kweentlanga.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share