Isaya 16:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke kaloku uYehova uthethile, esithi: “Kwiminyaka emithathu, ngokweminyaka yomqeshwa,+ uzuko+ lwakwaMowabhi lumele luhlazeke ngalo lonke uhlobo lwengxokolo eninzi, nabo baseleyo baya kuba mbalwa kakhulu, bengenamandla.”+ Yeremiya 48:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umphangi uya kufika kuzo zonke izixeko,+ yaye akuyi kubakho sixeko sisindayo.+ Ngokuqinisekileyo nentili iya kutshabalala nomhlaba othe tyaba ubhujiswe, nto leyo ayithethileyo uYehova.
14 Ke kaloku uYehova uthethile, esithi: “Kwiminyaka emithathu, ngokweminyaka yomqeshwa,+ uzuko+ lwakwaMowabhi lumele luhlazeke ngalo lonke uhlobo lwengxokolo eninzi, nabo baseleyo baya kuba mbalwa kakhulu, bengenamandla.”+
8 Umphangi uya kufika kuzo zonke izixeko,+ yaye akuyi kubakho sixeko sisindayo.+ Ngokuqinisekileyo nentili iya kutshabalala nomhlaba othe tyaba ubhujiswe, nto leyo ayithethileyo uYehova.