INdumiso 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ngubani na, ke ngoko, lo Kumkani uzukileyo?”+“NguYehova owomeleleyo nonamandla,+UYehova onamandla edabini.”+ Yeremiya 46:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Ndiphila nje,’ utsho uKumkani, ogama lakhe linguYehova wemikhosi,+ ‘uya kufika enjengeTabhore+ phakathi kweentaba nanjengeKarmele+ ngaselwandle. Daniyeli 4:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+ Malaki 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Yaye uqalekisiwe lowo wenza ngobuqhokolo xa kukho iduna emhlambini wakhe, esenza isibhambathiso aze abingelele ngento eyonakeleyo kuYehova.+ Kuba ndinguKumkani omkhulu,”+ utsho uYehova wemikhosi, “negama lam liyoyikeka phakathi kweentlanga.”+
8 “Ngubani na, ke ngoko, lo Kumkani uzukileyo?”+“NguYehova owomeleleyo nonamandla,+UYehova onamandla edabini.”+
18 “‘Ndiphila nje,’ utsho uKumkani, ogama lakhe linguYehova wemikhosi,+ ‘uya kufika enjengeTabhore+ phakathi kweentaba nanjengeKarmele+ ngaselwandle.
37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+
14 “Yaye uqalekisiwe lowo wenza ngobuqhokolo xa kukho iduna emhlambini wakhe, esenza isibhambathiso aze abingelele ngento eyonakeleyo kuYehova.+ Kuba ndinguKumkani omkhulu,”+ utsho uYehova wemikhosi, “negama lam liyoyikeka phakathi kweentlanga.”+