1 Kumkani 18:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Yaye uAhabhi wenyuka waya kudla wasela. Ke yena uEliya, wenyuka waya encotsheni yeKarmele waza wabuthuma emhlabeni+ wafaka nobuso bakhe phakathi kwamadolo akhe.+
42 Yaye uAhabhi wenyuka waya kudla wasela. Ke yena uEliya, wenyuka waya encotsheni yeKarmele waza wabuthuma emhlabeni+ wafaka nobuso bakhe phakathi kwamadolo akhe.+