Genesis 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko umda wamaKanan wawususela eSidon uye kufikelela eGerare,+ kufuphi neGaza,+ ufikelela naseSodom naseGomora+ naseAdima+ naseTsebhoyim,+ kufuphi neLasha. 1 Kumkani 4:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba wayenobukhosi kuyo yonke into eyayinganeno koMlambo+, ukusuka eTifesa ukuya eGaza,+ kwanakubo bonke ookumkani ababenganeno koMlambo;+ kwaye waba noxolo+ kuyo yonke imimandla yakhe, macala onke. Amosi 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kweGaza,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuthabathela kwayo ekuthinjweni iqela elipheleleyo labathinjwa+ ukuze banikelwe kuEdom.+ Zekariya 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 IAshkelon iya kubona ize yoyike; yona ke iGaza, iya kuva iintlungu eziqatha; ne-Ekron,+ ngenxa yokuba ithemba ekhangele+ kulo liya kudana. Nokumkani ngokuqinisekileyo uya kutshabalala eGaza, neAshkelon ayiyi kumiwa.+
19 Ngoko umda wamaKanan wawususela eSidon uye kufikelela eGerare,+ kufuphi neGaza,+ ufikelela naseSodom naseGomora+ naseAdima+ naseTsebhoyim,+ kufuphi neLasha.
24 Kuba wayenobukhosi kuyo yonke into eyayinganeno koMlambo+, ukusuka eTifesa ukuya eGaza,+ kwanakubo bonke ookumkani ababenganeno koMlambo;+ kwaye waba noxolo+ kuyo yonke imimandla yakhe, macala onke.
6 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kweGaza,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokuthabathela kwayo ekuthinjweni iqela elipheleleyo labathinjwa+ ukuze banikelwe kuEdom.+
5 IAshkelon iya kubona ize yoyike; yona ke iGaza, iya kuva iintlungu eziqatha; ne-Ekron,+ ngenxa yokuba ithemba ekhangele+ kulo liya kudana. Nokumkani ngokuqinisekileyo uya kutshabalala eGaza, neAshkelon ayiyi kumiwa.+