2 Kronike 21:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko benyukela kwaYuda baza bavula ngesinyanzelo bathimba zonke iimpahla ezafumaneka endlwini kakumkani+ kwanakoonyana bakhe nabafazi bakhe,+ yaye akazange asalelwe nyana ngaphandle kukaYehowazi,+ unyana wakhe omncinane. 2 Kronike 28:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke wona amaFilisti,+ ahlasela isixeko saseShefela+ nesaseNegebhi+ zakwaYuda aza athimba iBhete-shemeshe+ neAyalon+ neGederoti+ neSoko+ needolophu eziphantsi kwayo neTimna+ needolophu eziphantsi kwayo neGimzo needolophu eziphantsi kwayo; yaye ahlala khona. Yoweli 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 noonyana bakaYuda noonyana baseYerusalem nathengisa+ ngabo koonyana bamaGrike,+ ngenjongo yokubashenxisela kude nommandla wabo;+
17 Ngoko benyukela kwaYuda baza bavula ngesinyanzelo bathimba zonke iimpahla ezafumaneka endlwini kakumkani+ kwanakoonyana bakhe nabafazi bakhe,+ yaye akazange asalelwe nyana ngaphandle kukaYehowazi,+ unyana wakhe omncinane.
18 Ke wona amaFilisti,+ ahlasela isixeko saseShefela+ nesaseNegebhi+ zakwaYuda aza athimba iBhete-shemeshe+ neAyalon+ neGederoti+ neSoko+ needolophu eziphantsi kwayo neTimna+ needolophu eziphantsi kwayo neGimzo needolophu eziphantsi kwayo; yaye ahlala khona.
6 noonyana bakaYuda noonyana baseYerusalem nathengisa+ ngabo koonyana bamaGrike,+ ngenjongo yokubashenxisela kude nommandla wabo;+