Isaya 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yena unyukile waya kuyo iNdlu naseDibhon,+ kwiindawo eziphakamileyo, ukuya kulila. Phezu kweNebho+ naphezu kweMedebha+ uMowabhi uyabhomboloza. Zonke iintloko ezikuye zinenkqayi;+ zonke iindevu zinquthulwe. Isaya 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwabonakala ukuba uMowabhi wayetyhafile kwindawo ephakamileyo;+ weza engcweleni yakhe ukuba athandaze,+ yaye akazange abe nakufeza nantoni na.+
2 Yena unyukile waya kuyo iNdlu naseDibhon,+ kwiindawo eziphakamileyo, ukuya kulila. Phezu kweNebho+ naphezu kweMedebha+ uMowabhi uyabhomboloza. Zonke iintloko ezikuye zinenkqayi;+ zonke iindevu zinquthulwe.
12 Kwabonakala ukuba uMowabhi wayetyhafile kwindawo ephakamileyo;+ weza engcweleni yakhe ukuba athandaze,+ yaye akazange abe nakufeza nantoni na.+