1 Kumkani 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kungoko awathi uSolomon wamakhela indawo ephakamileyo+ uKemoshe+ into elizothe+ yakwaMowabhi kwintaba+ eyayiphambi+ kweYerusalem, noMoleki into elizothe yoonyana baka-Amoni. 2 Kumkani 3:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ekugqibeleni wathabatha unyana wakhe olizibulo owayeza kulawula esikhundleni sakhe, wanikela+ ngaye njengombingelelo otshiswayo eludongeni. Kwabakho ukucaphuka okukhulu nxamnye noSirayeli, kangangokuba wanduluka wamshiya wabuyela elizweni lakhe. Yeremiya 48:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngenxa yokuba nikholose ngemisebenzi yenu nangobuncwane benu, nani niya kuthinjwa.+ Yaye ngokuqinisekileyo uKemoshe+ uya kuya ekuthinjweni,+ ababingeleli bakhe neenkosana zakhe ngaxeshanye.+
7 Kungoko awathi uSolomon wamakhela indawo ephakamileyo+ uKemoshe+ into elizothe+ yakwaMowabhi kwintaba+ eyayiphambi+ kweYerusalem, noMoleki into elizothe yoonyana baka-Amoni.
27 Ekugqibeleni wathabatha unyana wakhe olizibulo owayeza kulawula esikhundleni sakhe, wanikela+ ngaye njengombingelelo otshiswayo eludongeni. Kwabakho ukucaphuka okukhulu nxamnye noSirayeli, kangangokuba wanduluka wamshiya wabuyela elizweni lakhe.
7 Ngenxa yokuba nikholose ngemisebenzi yenu nangobuncwane benu, nani niya kuthinjwa.+ Yaye ngokuqinisekileyo uKemoshe+ uya kuya ekuthinjweni,+ ababingeleli bakhe neenkosana zakhe ngaxeshanye.+