IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Izinto ezixabisekileyo aziyi kuba yingenelo ngemini yokuvutha komsindo,+ kodwa ubulungisa buya kuhlangula ekufeni.+

  • IMizekeliso 18:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Izinto zexabiso zesityebi ziyidolophu yaso eyomeleleyo,+ yaye zinjengodonga olukhuselayo kwingcamango yaso.+

  • Isaya 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kungenxa yoko le nto okuseleyo nengqwebo abayibekileyo, bekuthwala bakuweze entlanjeni yemingcunube.

  • Yeremiya 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Njengesakhwatsha esihlanganisele ndawonye oko singakuzalanga unjalo lowo wenza ubutyebi, kodwa kungekho ngokusesikweni.+ Uya kubushiya+ esiqingatheni semihla yakhe, kwaye ekupheleni kwakhe uya kuba ngongenangqiqo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share