Yeremiya 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo baya kufa, abakhulu nabancinane, kweli lizwe. Abayi kungcwatywa,+ nabantu abayi kuzimbambazela ngenxa yabo, kungekho nabani na oya kuzicenta+ okanye achebe inkqayi ngenxa yabo.+ Yeremiya 47:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 IGaza+ iya kucheba inkqayi.+ IAshkelon+ bayitsho yathi cwaka. Owu ntsalela esentilini yabo, kuya kude kube nini na nimana nizicenta?+ Mika 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yiba nempandla, uchebe iinwele zakho ngenxa yoonyana bakho boyolo olugqibeleleyo.+ Yenze banzi impandla yakho njengaleyo yokhozi, ngenxa yokuba bemkile kuwe basiwa ekuthinjweni.”+
6 Ngokuqinisekileyo baya kufa, abakhulu nabancinane, kweli lizwe. Abayi kungcwatywa,+ nabantu abayi kuzimbambazela ngenxa yabo, kungekho nabani na oya kuzicenta+ okanye achebe inkqayi ngenxa yabo.+
5 IGaza+ iya kucheba inkqayi.+ IAshkelon+ bayitsho yathi cwaka. Owu ntsalela esentilini yabo, kuya kude kube nini na nimana nizicenta?+
16 Yiba nempandla, uchebe iinwele zakho ngenxa yoonyana bakho boyolo olugqibeleleyo.+ Yenze banzi impandla yakho njengaleyo yokhozi, ngenxa yokuba bemkile kuwe basiwa ekuthinjweni.”+