Isaya 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye abantu baphazamisekile.+ Babanjwe yinimba nokuzibhijabhija; njengomfazi ozalayo baneentlungu zokubeleka.+ Bayajongana bethe manga. Ubuso babo bubuso bamalangatye.+ Isaya 21:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kungenxa yoko le nto isinqe sam sizele ziintlungu eziqatha.+ Ndibanjwe kukuzibhijabhija, njengokuzibhijabhija komfazi ozalayo.+ Ndiphazamisekile kangangokuba andiva; ndixakanisekile kangangokuba andiboni. Yeremiya 49:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Khangela! Kanye njengokhozi uthile uya kunyuka aze ehle arhiwule,+ awolule amaphiko akhe phezu kweBhotsera;+ yaye intliziyo yamadoda anamandla akwaEdom okunene ngaloo mini iya kuba njengentliziyo yomfazi oneenkxwaleko ekuzaleni umntwana.”+ Mika 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ke kaloku kutheni na wamana ukhwaza kakhulu?+ Akukho kumkani na kuwe, okanye utshabalele na umcebisi wakho, ukuze nje ubanjwe yinimba enjengeyomfazi ozalayo?+ 1 Tesalonika 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Xa besithi:+ “Luxolo+ nonqabiseko!” iya kwandula ke intshabalalo+ yequbuliso ibafikele ngephanyazo kanye njengenimba kumfazi omithiyo;+ yaye abasayi kuze basinde.+
8 Yaye abantu baphazamisekile.+ Babanjwe yinimba nokuzibhijabhija; njengomfazi ozalayo baneentlungu zokubeleka.+ Bayajongana bethe manga. Ubuso babo bubuso bamalangatye.+
3 Kungenxa yoko le nto isinqe sam sizele ziintlungu eziqatha.+ Ndibanjwe kukuzibhijabhija, njengokuzibhijabhija komfazi ozalayo.+ Ndiphazamisekile kangangokuba andiva; ndixakanisekile kangangokuba andiboni.
22 Khangela! Kanye njengokhozi uthile uya kunyuka aze ehle arhiwule,+ awolule amaphiko akhe phezu kweBhotsera;+ yaye intliziyo yamadoda anamandla akwaEdom okunene ngaloo mini iya kuba njengentliziyo yomfazi oneenkxwaleko ekuzaleni umntwana.”+
9 “Ke kaloku kutheni na wamana ukhwaza kakhulu?+ Akukho kumkani na kuwe, okanye utshabalele na umcebisi wakho, ukuze nje ubanjwe yinimba enjengeyomfazi ozalayo?+
3 Xa besithi:+ “Luxolo+ nonqabiseko!” iya kwandula ke intshabalalo+ yequbuliso ibafikele ngephanyazo kanye njengenimba kumfazi omithiyo;+ yaye abasayi kuze basinde.+