Genesis 19:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla. Duteronomi 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+ 2 Kronike 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwathi emva koko oonyana bakaMowabhi+ noonyana baka-Amoni+ benamanye ama-Amonim+ beza kulwa noYehoshafati emfazweni.+ Nehemiya 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku xa uSanebhalati+ umHoron noTobhiya+ umkhonzi,+ ongumAmoni,+ noGeshem+ umArabhiya+ bakuvayo oko, baqalisa ukusigculela+ yaye besijonga ngendelelo besithi: “Yintoni na le niyenzayo? Nivukela ukumkani na?”+
38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla.
19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+
20 Kwathi emva koko oonyana bakaMowabhi+ noonyana baka-Amoni+ benamanye ama-Amonim+ beza kulwa noYehoshafati emfazweni.+
19 Ke kaloku xa uSanebhalati+ umHoron noTobhiya+ umkhonzi,+ ongumAmoni,+ noGeshem+ umArabhiya+ bakuvayo oko, baqalisa ukusigculela+ yaye besijonga ngendelelo besithi: “Yintoni na le niyenzayo? Nivukela ukumkani na?”+