IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 6:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Ukuba umphefumlo uthe wona ngokuthi ungathembeki kuYehova+ waza wasikhohlisa+ isinxulumani sawo ngento eselugcinweni lwawo okanye esisibambiso+ okanye ephangiweyo okanye waqhatha isinxulumani sawo,+

  • Isaya 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+

  • Yeremiya 5:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “‘Kuba phakathi kwabantu bam kufunyenwe abantu abangendawo.+ Bahleli beqondele, bebuthumile njengababambisi beentaka.+ Babeke isibatha esonakalisayo. Babambisa abantu.

  • Yeremiya 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ninganako na ukuba,+ ukubulala+ nokukrexeza+ nokufunga ngobuxoki+ nokuqhumisa umbingelelo kuBhahali+ nokulandela abanye oothixo enaningabazi,+

  • Yeremiya 21:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Owu ndlu kaDavide,+ utsho uYehova ukuthi: “Ntsasa nganye+ nikelani isigwebo ngokusesikweni,+ kwaye mhlanguleni ophangwayo esandleni soqhathayo,+ ukuze umsindo wam ungaphumi njengomlilo+ uze okunene utshise ukuze kungabikho bani wokuwucima ngenxa yobubi bezenzo zenu.”’+

  • Mika 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Banqwenele amasimi baza bawahlutha; nezindlu, baza bazithabatha;+ yaye baqhathe indoda eyomeleleyo nendlu yayo,+ indoda nelifa layo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share