Isaya 48:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Yivani oku, ndlu kaYakobi, nina nizibiza ngegama likaSirayeli+ nabo baphume kuwo amanzi akwaYuda,+ nina bafunga ngegama likaYehova+ nabo bakhankanya uTHIXO kaSirayeli,+ kungekhona ngenyaniso nangobulungisa.+ Yeremiya 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ninganako na ukuba,+ ukubulala+ nokukrexeza+ nokufunga ngobuxoki+ nokuqhumisa umbingelelo kuBhahali+ nokulandela abanye oothixo enaningabazi,+
48 Yivani oku, ndlu kaYakobi, nina nizibiza ngegama likaSirayeli+ nabo baphume kuwo amanzi akwaYuda,+ nina bafunga ngegama likaYehova+ nabo bakhankanya uTHIXO kaSirayeli,+ kungekhona ngenyaniso nangobulungisa.+
9 Ninganako na ukuba,+ ukubulala+ nokukrexeza+ nokufunga ngobuxoki+ nokuqhumisa umbingelelo kuBhahali+ nokulandela abanye oothixo enaningabazi,+