-
Yeremiya 50:44INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
44 “Khangela! Kuya kunyuka uthile kanye njengengonyama iphuma kwintshinyela engaseYordan isiya kwindawo yokuhlala eluqilima,+ kodwa ngephanyazo ndiya kubenza babaleke bemke kuyo.+ Ndiya kumisela phezu kwayo lowo unyuliweyo.+ Kuba ngubani na onjengam,+ ingubani na noya kundicela umngeni,+ yaye nguwuphi na umalusi onokuma phambi kwam?+
-