INdumiso 89:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+ Isaya 40:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ningamfanisa nabani na uThixo,+ yaye ningabeka ntoni na enokufana naye ecaleni kwakhe?+
6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+