IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 33:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Icebo likaYehova liya kuma kuse kwixesha elingenammiselo;+

      Iingcamango zentliziyo yakhe zisuka kwesinye isizukulwana ziye kwesinye.+

  • IMizekeliso 19:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Maninzi amacebo entliziyweni yomntu,+ kodwa isigqibo sikaYehova siso esiya kuma.+

  • Isaya 46:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Lowo uxela ukuphela kwasekuqaleni,+ kwakudala izinto ebezingekenziwa;+ Lowo uthi, ‘Icebo lam liya kuma,+ yaye yonk’ into endiyoliswa yiyo ndiya kuyenza’;+

  • IZenzo 4:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 ukuze benze ezo zinto isandla necebo lakho sazimisela kwangaphambili ukuba zibekho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share