2 Kumkani 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukumkani waseAsiriya wamphulaphula waza ukumkani waseAsiriya wenyuka waya eDamasko,+ wayithimba+ waza wakhokelela abantu bayo ekuthinjweni eKire,+ yaye uRetsin+ wambulala. Amosi 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndiza kuthumela umlilo+ endlwini kaHazayeli,+ kwaye umele uziqwenge iinqaba zokuhlala zikaBhen-hadadi.+
9 Ukumkani waseAsiriya wamphulaphula waza ukumkani waseAsiriya wenyuka waya eDamasko,+ wayithimba+ waza wakhokelela abantu bayo ekuthinjweni eKire,+ yaye uRetsin+ wambulala.
4 Ndiza kuthumela umlilo+ endlwini kaHazayeli,+ kwaye umele uziqwenge iinqaba zokuhlala zikaBhen-hadadi.+