INdumiso 22:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Oobawo babekholose ngawe;+Babekholosile, yaye waqhubeka ubasindisa.+ Yeremiya 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Owu wena themba likaSirayeli,+ Msindisi wakhe+ ngexesha lokubandezeleka,+ kutheni na ukuba ube njengomphambukeli elizweni, nanjengomhambi othe gu bucala ukuze achithe ubusuku?+ Yeremiya 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Owu Yehova, themba likaSirayeli,+ bonke abo bakushiyayo baya kuhlaziswa.+ Abo bawexukayo kum+ baya kubhalwa phantsi emhlabeni, ngenxa yokuba bawushiyile umthombo wamanzi aphilayo, uYehova.+
8 Owu wena themba likaSirayeli,+ Msindisi wakhe+ ngexesha lokubandezeleka,+ kutheni na ukuba ube njengomphambukeli elizweni, nanjengomhambi othe gu bucala ukuze achithe ubusuku?+
13 Owu Yehova, themba likaSirayeli,+ bonke abo bakushiyayo baya kuhlaziswa.+ Abo bawexukayo kum+ baya kubhalwa phantsi emhlabeni, ngenxa yokuba bawushiyile umthombo wamanzi aphilayo, uYehova.+