Eksodus 8:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wathi: “Ngomso.” Wabuya wathi ke yena: “Kuya kuba ngokwelizwi lakho, ukuze wazi ukuba akukho bani unjengoYehova uThixo wethu,+ 1 Samuweli 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Akukho bani ungcwele njengoYehova, kuba akukho bani ngaphandle kwakho;+Yaye akukho liwa linjengoThixo wethu.+ INdumiso 86:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Akukho unjengawe phakathi koothixo, Yehova,+Yaye akukho misebenzi injengeyakho.+ INdumiso 89:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+ INdumiso 113:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngubani na onjengoYehova uThixo wethu,+Yena ohlala phezulu?+ Yeremiya 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Akukho namnye unjengawe, Yehova.+ Umkhulu, negama lakho likhulu ngamandla.+ Mika 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+
10 Wathi: “Ngomso.” Wabuya wathi ke yena: “Kuya kuba ngokwelizwi lakho, ukuze wazi ukuba akukho bani unjengoYehova uThixo wethu,+
2 Akukho bani ungcwele njengoYehova, kuba akukho bani ngaphandle kwakho;+Yaye akukho liwa linjengoThixo wethu.+
6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+
18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+