Isaya 13:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ayisoze imiwe,+ ingasoze ihlale izizukulwana ngezizukulwana.+ UmArabhu akayi kumisa ntente yakhe apho, yaye akukho balusi baya kuyeka imihlambi yabo ibuthe apho. Yeremiya 51:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Izixeko zayo zibe yinto ekhwankqisayo, ilizwe elingenamanzi nethafa eliyinkqantosi.+ Njengelizwe, akukho mntu uya kuhlala kuzo, kungekho nanyana wamntu uya kudlula kuzo.+
20 Ayisoze imiwe,+ ingasoze ihlale izizukulwana ngezizukulwana.+ UmArabhu akayi kumisa ntente yakhe apho, yaye akukho balusi baya kuyeka imihlambi yabo ibuthe apho.
43 Izixeko zayo zibe yinto ekhwankqisayo, ilizwe elingenamanzi nethafa eliyinkqantosi.+ Njengelizwe, akukho mntu uya kuhlala kuzo, kungekho nanyana wamntu uya kudlula kuzo.+