IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 41:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Uya kuzela,+ uze umoya uzithwalele kude,+ nesaqhwithi somoya siziqhubele kwiindlela ezahlukahlukeneyo.+ Yaye wena uya kuvuya ngoYehova.+ Uya kuqhayisa ngaLowo Ungcwele kaSirayeli.”+

  • Yeremiya 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye ndiya kubela ngefolokhwe+ emasangweni elizwe. Ngokuqinisekileyo ndiya kubahlutha abantwana.+ Ndiza kubatshabalalisa abantu bam, ekubeni bengabuyanga ezindleleni zabo.+

  • Mateyu 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe, yaye uya kusicoca ngokupheleleyo isanda sakhe, ayihlanganisele kuvimba+ ingqolowa yakhe, kodwa wona umququ uya kuwutshisa+ ngomlilo ongacimekiyo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share