Yeremiya 49:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Kuba ndizifungile,”+ utsho uYehova, “ukuba iBhotsera+ iya kuba yinto ekhwankqisayo,+ ungcikivo, impanziso nesiqalekiso; nazo zonke izixeko zayo ziya kuba ziindawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”+ Amosi 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘INkosi enguMongami uYehova ifunge umphefumlo wayo,’+ utsho uYehova uTHIXO wemikhosi, ukuthi, ‘“Ndiyalicekisa iqhayiya likaYakobi,+ neenqaba zakhe zokuhlala ndizithiyile,+ kwaye ndiza kusinikela isixeko noko sizaliswe kuko.+ Hebhere 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba xa uThixo wenza isithembiso sakhe kuAbraham,+ ekubeni kungekho nabani na omkhulu kunaye awayenokufunga+ ngaye, wafunga ngaye siqu,
13 “Kuba ndizifungile,”+ utsho uYehova, “ukuba iBhotsera+ iya kuba yinto ekhwankqisayo,+ ungcikivo, impanziso nesiqalekiso; nazo zonke izixeko zayo ziya kuba ziindawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”+
8 “‘INkosi enguMongami uYehova ifunge umphefumlo wayo,’+ utsho uYehova uTHIXO wemikhosi, ukuthi, ‘“Ndiyalicekisa iqhayiya likaYakobi,+ neenqaba zakhe zokuhlala ndizithiyile,+ kwaye ndiza kusinikela isixeko noko sizaliswe kuko.+
13 Kuba xa uThixo wenza isithembiso sakhe kuAbraham,+ ekubeni kungekho nabani na omkhulu kunaye awayenokufunga+ ngaye, wafunga ngaye siqu,