Genesis 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 yathi: “‘Ndizifungile,’ utsho uYehova,+ ‘ukuba ngenxa yokuba uyenzile le nto waza akwala nonyana wakho, ekuphela kwakhe,+ Isaya 45:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ndizifungile+—kuphume ilizwi emlonyeni wam ngobulungisa,+ kangangokuba aliyi kubuya+—ukuba onke amadolo aya kugoba kum,+ zonke iilwimi ziya kufunga,+ Amosi 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘INkosi enguMongami uYehova ifunge umphefumlo wayo,’+ utsho uYehova uTHIXO wemikhosi, ukuthi, ‘“Ndiyalicekisa iqhayiya likaYakobi,+ neenqaba zakhe zokuhlala ndizithiyile,+ kwaye ndiza kusinikela isixeko noko sizaliswe kuko.+
16 yathi: “‘Ndizifungile,’ utsho uYehova,+ ‘ukuba ngenxa yokuba uyenzile le nto waza akwala nonyana wakho, ekuphela kwakhe,+
23 Ndizifungile+—kuphume ilizwi emlonyeni wam ngobulungisa,+ kangangokuba aliyi kubuya+—ukuba onke amadolo aya kugoba kum,+ zonke iilwimi ziya kufunga,+
8 “‘INkosi enguMongami uYehova ifunge umphefumlo wayo,’+ utsho uYehova uTHIXO wemikhosi, ukuthi, ‘“Ndiyalicekisa iqhayiya likaYakobi,+ neenqaba zakhe zokuhlala ndizithiyile,+ kwaye ndiza kusinikela isixeko noko sizaliswe kuko.+