Yeremiya 50:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 “Kanye njengoko uThixo wabhukuqa iSodom neGomora+ needolophu ezimelene nayo,”+ utsho uYehova, “akukho mntu uya kuhlala apho, kungekho nanyana wamntu uya kuhlala kuyo njengomphambukeli.+ ISityhilelo 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye ingelosi eyomeleleyo yaphakamisa ilitye elinjengelitye elikhulu lokusila+ yaza yaliphosa elwandle,+ isithi: “Ngaloo ndlela ngokugadlela okukhawulezileyo iBhabhiloni isixeko esikhulu iya kuphoselwa phantsi, ingabi safunyanwa kwakhona.+
40 “Kanye njengoko uThixo wabhukuqa iSodom neGomora+ needolophu ezimelene nayo,”+ utsho uYehova, “akukho mntu uya kuhlala apho, kungekho nanyana wamntu uya kuhlala kuyo njengomphambukeli.+
21 Yaye ingelosi eyomeleleyo yaphakamisa ilitye elinjengelitye elikhulu lokusila+ yaza yaliphosa elwandle,+ isithi: “Ngaloo ndlela ngokugadlela okukhawulezileyo iBhabhiloni isixeko esikhulu iya kuphoselwa phantsi, ingabi safunyanwa kwakhona.+