Isaya 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaphandle kokuba uYehova wemikhosi asishiyele nje abasindi abambalwa,+ ngesasibe njengeSodom kanye, ngesasifane neGomora.+ Yeremiya 49:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kanye njengasekubhukuqweni kweSodom neGomora needolophu ezimelene nayo,”+ utsho uYehova, “akukho mntu uya kuhlala apho, yaye akukho nyana womntu uya kuhlala apho njengomphambukeli.+ Yeremiya 51:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Nabantu abayi kuthabatha litye lembombo kuwe okanye ilitye leziseko,+ ngenxa yokuba uya kuba yinkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo,”+ utsho uYehova.
9 Ngaphandle kokuba uYehova wemikhosi asishiyele nje abasindi abambalwa,+ ngesasibe njengeSodom kanye, ngesasifane neGomora.+
18 Kanye njengasekubhukuqweni kweSodom neGomora needolophu ezimelene nayo,”+ utsho uYehova, “akukho mntu uya kuhlala apho, yaye akukho nyana womntu uya kuhlala apho njengomphambukeli.+
26 “Nabantu abayi kuthabatha litye lembombo kuwe okanye ilitye leziseko,+ ngenxa yokuba uya kuba yinkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo,”+ utsho uYehova.