INdumiso 137:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+ Yeremiya 50:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Bizani abatoli nxamnye neBhabhiloni, bonke abo bagoba isaphetha.+ Misani iinkampu kuyo macala onke. Ngamana kungangabikho basindayo.+ Yibuyiseleni ngokomsebenzi wayo.+ Yenzani kuyo ngako konke ekwenzileyo.+ Kuba ikhukhumalele uYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli.+
8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+
29 “Bizani abatoli nxamnye neBhabhiloni, bonke abo bagoba isaphetha.+ Misani iinkampu kuyo macala onke. Ngamana kungangabikho basindayo.+ Yibuyiseleni ngokomsebenzi wayo.+ Yenzani kuyo ngako konke ekwenzileyo.+ Kuba ikhukhumalele uYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli.+