Isaya 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wonke ubani ofunyenweyo uya kuhlatywa, yaye wonke ubani obanjiweyo xa kutshayelwa uya kuwa likrele;+ Daniyeli 5:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngabo kanye obo busuku wabulawa+ uBheleshatsare ukumkani wamaKhaledi,
15 Wonke ubani ofunyenweyo uya kuhlatywa, yaye wonke ubani obanjiweyo xa kutshayelwa uya kuwa likrele;+