Isaya 46:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 UBhele+ ugobe phantsi,+ uNebho uyakhokhoba; izithixo zabo+ ziye zaba zezamarhamncwa nezilwanyana zasekhaya, imithwalo yabo, izinto ezithwalwayo, uxanduva kwizilwanyana ezidiniweyo. Yeremiya 50:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Kuxeleni oku phakathi kweentlanga nize nikuvakalise.+ Phakamisani umqondiso;+ kupapasheni oku. Ningafihli nto. Yithini, ‘IBhabhiloni ithinjiwe.+ UBhele uhlazisiwe.+ UMerodaki uyankwantya. Imifanekiso yayo ihlazisiwe.+ Izithixo zayo ezinezothe ziyankwantya.’ Yeremiya 51:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngoko ke, khangela! kuza imihla, endiya kuthi ngayo ndiphethulele ingqalelo yam kwimifanekiso eqingqiweyo yaseBhabhiloni;+ yaye lonke ilizwe layo liya kuba neentloni, nabo bonke ababuleweyo bayo baya kuwela phakathi kwayo.+
46 UBhele+ ugobe phantsi,+ uNebho uyakhokhoba; izithixo zabo+ ziye zaba zezamarhamncwa nezilwanyana zasekhaya, imithwalo yabo, izinto ezithwalwayo, uxanduva kwizilwanyana ezidiniweyo.
2 “Kuxeleni oku phakathi kweentlanga nize nikuvakalise.+ Phakamisani umqondiso;+ kupapasheni oku. Ningafihli nto. Yithini, ‘IBhabhiloni ithinjiwe.+ UBhele uhlazisiwe.+ UMerodaki uyankwantya. Imifanekiso yayo ihlazisiwe.+ Izithixo zayo ezinezothe ziyankwantya.’
47 Ngoko ke, khangela! kuza imihla, endiya kuthi ngayo ndiphethulele ingqalelo yam kwimifanekiso eqingqiweyo yaseBhabhiloni;+ yaye lonke ilizwe layo liya kuba neentloni, nabo bonke ababuleweyo bayo baya kuwela phakathi kwayo.+