Yeremiya 51:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Amadoda anamandla aseBhabhiloni ayekile ukulwa. Ahleli kwiindawo ezomeleleyo. Amandla awo aphelile.+ Angabafazi.+ Iindawo zayo zokuhlala zitshisiwe. Imivalo yayo yaphulwe.+
30 “Amadoda anamandla aseBhabhiloni ayekile ukulwa. Ahleli kwiindawo ezomeleleyo. Amandla awo aphelile.+ Angabafazi.+ Iindawo zayo zokuhlala zitshisiwe. Imivalo yayo yaphulwe.+