16 Yaye waqhubeka esithi kum: “Nyana womntu, yabona, ndiyazaphula iintonga ekujingiswa kuzo izonka ezibusazinge,+ eYerusalem, yaye baya kusidla isonka ngokomlinganiselo nangokuxhalaba,+ kwaye namanzi lawo baya kuwasela ngomlinganiselo nangokuqhiphuka umbilini,+