Duteronomi 28:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 “Ukuba uthe akwakunyamekela ukuwenza onke amazwi alo mthetho abhaliweyo kule ncwadi+ ukuba uloyike igama elizukileyo+ neloyikekayo,+ likaYehova+ uThixo wakho, INdumiso 119:120 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 120 Inyama yam iye yankwantya ngokunkwantyiswa kuwe;+Nangenxa yezigwebo zakho ndiye ndoyika.+ ISityhilelo 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+
58 “Ukuba uthe akwakunyamekela ukuwenza onke amazwi alo mthetho abhaliweyo kule ncwadi+ ukuba uloyike igama elizukileyo+ neloyikekayo,+ likaYehova+ uThixo wakho,
4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+