Yeremiya 38:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Bonke abafazi bakho noonyana bakho abakhuphela kumaKhaledi, yaye wena akuyi kusinda esandleni sawo,+ kodwa uya kubanjwa ngesandla sokumkani waseBhabhiloni, kwaye ngenxa yakho esi sixeko siya kutshiswa ngomlilo.”+ Amosi 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiza kuthumela umlilo kwaYuda, yaye umele uziqwenge iinqaba zokuhlala zaseYerusalem.’+
23 Bonke abafazi bakho noonyana bakho abakhuphela kumaKhaledi, yaye wena akuyi kusinda esandleni sawo,+ kodwa uya kubanjwa ngesandla sokumkani waseBhabhiloni, kwaye ngenxa yakho esi sixeko siya kutshiswa ngomlilo.”+