2 Kumkani 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+ 2 Kronike 36:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngaphezu koko, wathabatha abaseleyo ekreleni wabathimbela eBhabhiloni,+ yaye baba ngabakhonzi bakhe+ naboonyana bakhe de ubukhosi bamaPersi+ baqalisa ukulawula; Yeremiya 39:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo+ oonyana bakaZedekiya eRibhela phambi kwamehlo akhe,+ nazo zonke izidwangube zakwaYuda ukumkani waseBhabhiloni wazibulala ngogonyamelo.+ Yeremiya 52:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umkhosi wamajoni wamaKhaledi wamsukela ukumkani,+ waza wamfumana uZedekiya+ emathafeni ayinkqantosi aseYeriko; kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithachithwa.+
7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+
20 Ngaphezu koko, wathabatha abaseleyo ekreleni wabathimbela eBhabhiloni,+ yaye baba ngabakhonzi bakhe+ naboonyana bakhe de ubukhosi bamaPersi+ baqalisa ukulawula;
6 Ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo+ oonyana bakaZedekiya eRibhela phambi kwamehlo akhe,+ nazo zonke izidwangube zakwaYuda ukumkani waseBhabhiloni wazibulala ngogonyamelo.+
8 Umkhosi wamajoni wamaKhaledi wamsukela ukumkani,+ waza wamfumana uZedekiya+ emathafeni ayinkqantosi aseYeriko; kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithachithwa.+