Yeremiya 32:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 ngenxa yabo bonke ububi boonyana bakaSirayeli+ noboonyana bakaYuda+ ababenzileyo ukuze bandicaphukise,+ bona, ookumkani babo,+ iinkosana zabo,+ ababingeleli babo+ nabaprofeti babo,+ namadoda akwaYuda nabemi baseYerusalem. Mateyu 27:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu bazeyisela izihlwele ukuba zicele uBharabhas,+ uYesu yena atshatyalaliswe.
32 ngenxa yabo bonke ububi boonyana bakaSirayeli+ noboonyana bakaYuda+ ababenzileyo ukuze bandicaphukise,+ bona, ookumkani babo,+ iinkosana zabo,+ ababingeleli babo+ nabaprofeti babo,+ namadoda akwaYuda nabemi baseYerusalem.
20 Kodwa ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu bazeyisela izihlwele ukuba zicele uBharabhas,+ uYesu yena atshatyalaliswe.