Isaya 30:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 abathe kwabo babonayo, ‘Nize ningaboni,’ nakwabo banemibono bathi, ‘Nize ningabi nemibono yazo naziphi na izinto ezithe tye kuthi.+ Thethani kuthi izinto ezigudileyo; yibani nemibono yezinto zenkohliso.+ Yohane 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku nasi isizinzi somgwebo, okokuba ukukhanya+ kufikile ehlabathini+ kodwa abantu bathande ubumnyama kunokukhanya,+ kuba imisebenzi yabo ibingendawo. 2 Tesalonika 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuze bagwetywe bonke ngenxa yokuba bengayikholelwanga inyaniso,+ basuka bakholiswa yintswela-bulungisa.+ 2 Timoti 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba kuya kubakho ixesha laxa bengayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo,+ kodwa basuke ngokweminqweno yabo baziqwebele abafundisi bokubanyumbaza iindlebe;+
10 abathe kwabo babonayo, ‘Nize ningaboni,’ nakwabo banemibono bathi, ‘Nize ningabi nemibono yazo naziphi na izinto ezithe tye kuthi.+ Thethani kuthi izinto ezigudileyo; yibani nemibono yezinto zenkohliso.+
19 Ke kaloku nasi isizinzi somgwebo, okokuba ukukhanya+ kufikile ehlabathini+ kodwa abantu bathande ubumnyama kunokukhanya,+ kuba imisebenzi yabo ibingendawo.
12 ukuze bagwetywe bonke ngenxa yokuba bengayikholelwanga inyaniso,+ basuka bakholiswa yintswela-bulungisa.+
3 Kuba kuya kubakho ixesha laxa bengayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo,+ kodwa basuke ngokweminqweno yabo baziqwebele abafundisi bokubanyumbaza iindlebe;+