-
2 Kronike 18:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati:+ “Isekho indoda enye+ esingabuzisa ngayo kuYehova, kodwa mna ngokuqinisekileyo ndiyithiyile,+ kuba ayiprofeti zinto zilungileyo ngam, kodwa, ezingalunganga, yonke imihla yayo.+ NguMikaya unyana kaImla.”+ Noko ke, uYehoshafati wathi: “Ukumkani makangathethi into enjalo.”+
-