Yeremiya 26:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathi ke uYeremiya kuzo zonke iinkosana nakubo bonke abantu: “NguYehova owandithumayo ukuprofeta ngokuphathelele le ndlu nangokuphathelele esi sixeko onke la mazwi niwavileyo.+ Daniyeli 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Asibaphulaphulanga abakhonzi bakho abaprofeti,+ abathethe egameni lakho kookumkani bethu, iinkosana zethu nookhokho bethu nakubo bonke abantu belizwe.+
12 Wathi ke uYeremiya kuzo zonke iinkosana nakubo bonke abantu: “NguYehova owandithumayo ukuprofeta ngokuphathelele le ndlu nangokuphathelele esi sixeko onke la mazwi niwavileyo.+
6 Asibaphulaphulanga abakhonzi bakho abaprofeti,+ abathethe egameni lakho kookumkani bethu, iinkosana zethu nookhokho bethu nakubo bonke abantu belizwe.+