INdumiso 55:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Badide, Yehova, yahlula ulwimi lwabo,+Kuba ndibone ugonyamelo nokuphikisana esixekweni.+ Yeremiya 20:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndithetha ngokudanduluka. Ndimemeza ngogonyamelo nokuphangwa.+ Kuba ilizwi likaYehova laba ngunobangela wongcikivo nokugculelwa kum imini yonke.+ Hezekile 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ugonyamelo luphakame lwaba yintonga yobungendawo.+ Akukho kubo, kungekho nakwindyebo yabo; yaye akukho kubo ngokwabo, kungekho nabuphi na ubuhandiba kubo. Mika 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Banqwenele amasimi baza bawahlutha; nezindlu, baza bazithabatha;+ yaye baqhathe indoda eyomeleleyo nendlu yayo,+ indoda nelifa layo.+
8 Ndithetha ngokudanduluka. Ndimemeza ngogonyamelo nokuphangwa.+ Kuba ilizwi likaYehova laba ngunobangela wongcikivo nokugculelwa kum imini yonke.+
11 Ugonyamelo luphakame lwaba yintonga yobungendawo.+ Akukho kubo, kungekho nakwindyebo yabo; yaye akukho kubo ngokwabo, kungekho nabuphi na ubuhandiba kubo.
2 Banqwenele amasimi baza bawahlutha; nezindlu, baza bazithabatha;+ yaye baqhathe indoda eyomeleleyo nendlu yayo,+ indoda nelifa layo.+