IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Owu hayi indlela idolophu ethembekileyo+ eye yaba ngunongogo ngayo!+ Yayizaliswe kokusesikweni;+ ubulungisa babudla ngokuhlala kuyo,+ kodwa ngoku ngababulali.+

  • Yeremiya 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Zityhutyheni izitrato zaseYerusalem nibone, ngoku, nazi, nize nizifunele kwiindawo zayo zembutho enoba ninokufumana umntu kusini na,+ enoba kukho nabani na owenza okusesikweni,+ nabani na ofuna ukuthembeka,+ yaye ndiya kuyixolela.

  • Yeremiya 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Njengoko umthombo uwagcina epholile amanzi awo, ngokunjalo nayo ibugcine bupholile ububi bayo. Kuvakala ugonyamelo nokuphangwa kuyo;+ isifo nesibetho ziphambi kobuso bam rhoqo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share